Ibanga Lesi-3 Ikota 4 Atp Isixhosa Ulwimi Lwasekhaya
Ibanga Lesi-3 Ikota 4 Atp Isixhosa Ulwimi Lwasekhaya
         1. Ikharityhulam ifinyeziwe ukuze ijongane neengqiqo kunye nezakhono ezingundoqo okanye eziphambili.
         2. Zonke izakhono zisasaziwe ukuhambelana nexesha elibekiweyo. Izakhono nolwazi ziphinda-phindiwe kuzo zonke iiveki ukuze kungabikho mfundi uchaphazelekayo ukuba akezi esikolweni rhoqo.
         3. Umxholo usasazwe kwiveki zonke.
         4. Kwiveki yokuqala makuhlaziywe umsebenzi wekota egqithileyo. Ukuba isikolo sibona oku kungeyomfuneko, masiqhube nomsebenzi wekota weNkcazelo yePolisi yeKharityhulam nokuHlola (CAPS).
         5. Makubekho unxibelelwano olumandla phakathi kwazo zonke izifundo.
         6. Yonke imixholo kwizifundo zolwimi iyanxibelelana, kwaye imisebenzi yemihla ngemihla ayinaxesha liqingqiweyo kodwa yenziwa usuku lonke.
         7. Ukufunda kufuneka kulandele le miba ilandelayo: Ixesha Eligxininiswayo Lokufunda Nokubhala ngokweNkcazelo yePolisi yeKharityhulam yokuHlola (CAPS). Ezi zikhumbuzi zibandakanyiwe njengoko kubonakala ngathi kukho ukuqondwa okwahluke kancinane koko kuthethwa liXesha
            lokuGxila nokuFunda kwiNkcazelo yeKharityhulam yokuHlola (CAPS.)
           ▪ : Ixesha Eligxininiswayo Lokufunda Nokubhala lihlanganisiwe (malunga neyure enye) apho ukuFunda noTitshala nokubhala ngokwaBelana kuthatha iMizuzu eli-15 yokuqala. Emva koko, nangona ikwanxulunyaniswe nezakhono ezifundwe kwiNkqubo yokuFunda noKwabelana/yokuBhala
                noTitshala, umsebenzi okwinqanaba lamagama nezivakalisi wenziwe (umz. Izandi). Oku kuthatha malunga nemizuzu elishumi. Emva koko, kukuFunda ngamaQela akhokhelwa nguTitshala, abafundi bahlelwa ngokwamaqela okukwazi ukufunda. Ngexesha lokugxila ekufundeni nasekubhaleni,
                kubekwa isiseko solawulo lwezakhono ezifunekayo kufundo nomlingane, ukufunda ngokuzimeleyo nokubhala ngokuzimeleyo okuwela NGAPHANDLE kwexesha ekugxilwe kulo lokuFunda nokuBhala.
           ▪ Izakhono ezingundoqo nolwazi okusuka kwiinkalo ezohlukeneyo azizimelanga.
         8. Kubalulekile ukufunda Icandelo 2 lika CAPS kuba iqulethe ulwazi ngendlela yokufundisa.
         9. I-ATP kufuneka ziqwalaselwe kuxoxwe ngazo kwinqanaba lesikolo ukuze kufunyanwe imigaqo-nkqubo yesikolo kunye neenkqubo umz Inkqubo yeZandi esetyenziswayo izaku gqiba ukuba zesiphi izandi ezifundiswayo kweziphi iiveki.
         10. Ngalo lonke ixesha kusenziwa umsebenzi weqela, umgama ophakathi kwabantu mawuthathelwe ingqalelo/mawuthotyelwe.
11. Ootitshala bamabanga angasemva nalandelayo mabahlale benxibelelane, bebonisana, ukuze kungabikho zikhewu zidalekayo xa kusenziwa utshintsho phakathi kwamabanga.
Iveki 1 Iveki 2 Iveki 3 Iveki 4 Iveki 5 Iveki 6 Iveki 7 Iveki 8 Iveki 9 Iveki 10
                               •    Ukuhlaziya                •     Ukuqwalasela nokusebenzisa zonke           •    Ukukhuphela izivakalisi ezisebhodini, kwitshati     •    Ukuqwalasela nokusebenzisa zonke               •    Ukuqwalasela nokusebenzisa zonke izandi        UHLAZIYO
Imixholo enguNdoqo, izakhono        umsebenzi wezandi               izandi ezifundiweyo.                            okanye ezincwadini, kuqwalaselwe upelo                   izandi ezifundiweyo.                                ezifundiweyo.                                  • Ukuqwalasela nokusebenzisa
nezithethe                          ofundwe kwikota           •     Ukukhuphela izivakalisi ezisebhodini,           oluchanekileyo.                                     •    Ukuqwalasela nokusebenzisa                     •    Ukuqwalasela nokusebenzisa izimaphambili          zonke izandi ezifundiweyo.
                                    yoku-1, eyesi-2                 kwitshati okanye ezincwadini,              •    Ukuqwalasela nokusebenzisa izithethantonye,              izimaphambili nezimamva.                            nezimamva.                                     • Ukuqwalasela nokusebenzisa
                                    neyesi-3.                       kuqwalaselwe upelo oluchanekileyo.              umz. (ithanga: – umfuno okanye ilungu               •    Ukwakha amagama usebenzisa ulwazi              •    Ukwahlula amagama angaqhelekanga                  izithethantonye, umz.
                               •    Ukusebenzisa izandi       •     Ukudlala umdlalo wamagama athathwe              lomzimba), nezichasi, umz. (intle- imbi).                lwezandi ezifundisiweyo.                            ngokwamalungu, umz. i-nkcu-ba-bu-cho-pho          (ithanga: – umfuno okanye
                                    noonobumba                      ekufundeni, nakwisigama sakhe.             •    Ukwahlula amagama angaqhelekanga                    •    Upelo nobizelo lwezivakalisi usebenzisa        •    Ukwakha amagama usebenzisa ulwazi                 ilungu lomzimba), nezichasi,
                                    ukupela amagama           •     Ukwahlula amagama angaqhelekanga                ngokwamalungu, umz. i-nkcu-ba-bu-cho-pho                 ulwazi lwezandi kuhlolo olungekho                   lwezandi ezifundisiweyo.                          umz. (intle- imbi).
                                    ngokufanelekileyo.              ngokwamalungu, umz. i-nkcu-ba-bu-          •    Ukwakha amagama usebenzisa ulwazi                        sikweni, ukubizelwa ngutitshala nakuwo         •    Upelo nobizelo lwezivakalisi usebenzisa
                               •    Ukusebenzisa                    cho-pho                                         lwezandi ezifundisiweyo.                                 wonke umsebenzi obhalwayo.                          ulwazi lwezandi kuhlolo olungekho sikweni,
                                    amagama abizwa            •     Ukwakha amagama usebenzisa ulwazi          •    Upelo nobizelo lwezivakalisi usebenzisa ulwazi                                                               ukubizelwa ngutitshala nakuwo wonke
                                    ngokufanayo kodwa               lwezandi ezifundisiweyo.                        lwezandi kuhlolo olungekho sikweni,                                                                          umsebenzi obhalwayo.
                                    eneentsingiselo           •     Upelo nobizelo lwezivakalisi usebenzisa         ukubizelwa ngutitshala nakuwo wonke
                                    ezahlukileyo.                   ulwazi lwezandi kuhlolo olungekho               umsebenzi obhalwayo.
                                                                    sikweni, ukubizelwa ngutitshala nakuwo     •
                                                                    wonke umsebenzi obhalwayo.
Imixholo yeNkcazelo yePolisi                                                                                                                                  UKUFUNDA
 yeKharityhulam nokuHlola                                                                       •    Kubalulekile ukuba ufunde inqaku lesi 7 kwisikhokelo esikwiphepha lokuqala
          (CAPS)                                                                                •    Ukufunda notitshala: Elona lincinane: 1 iyure ngeveki (3 x 20 imizuzu); Elona lininzi 1 iyure 15 imizuzu ngeveki (5 x 15 imizuzu)
                                                                                                •    Ukufunda ngamaqela:2 iiyure 30 imizuzu ngeveki (2 x 15 imizuzu (amaqela ama-2 ngosuku))
                                                                                                •    Ukufunda ngababini/yedwa 3x ngeveki
               Ukufunda        •   Ukufunda notitshala: Kufundiswa amabali ayinyaniso nangeyiyo inyaniso, amaphephandaba, intetho yababini neetekisi eziyimizobo.
Imixholo                       •   Ukufunda ngababini/ yedwa: Makusetyenziswe iitekisi ezaziwayo nezikwizinga lakhe lokufunda.
enguNdoqo,     Ukufunda        •   Ukutolika ulwazi       • Ukufunda iitekisi ezinjengezibongo,      • Ukufunda iitekisi ezinjengezibongo, iincwadi   • Ukufunda iitekisi ezinjengezibongo,                       •   Ukufunda iitekisi ezinjengezibongo, iincwadi      UHLAZIYO
izakhono       notitshala          kwiitekisi eziyimizobo    iincwadi ezinkulu, iiphowusta, iincwadi    ezinkulu, iiphowusta, iincwadi eziyinyani        iincwadi ezinkulu, iiphowusta, iincwadi                      ezinkulu, iiphowusta, iincwadi eziyinyani
nezithethe                         (iintengiso,              eziyinyani nesingeyonyani,                 nesingeyonyani, amaphephandaba, iincoko          eziyinyani nesingeyonyani,                                   nesingeyonyani, amaphephandaba, iincoko           •   Ukufunda iitekisi
                                   imifanekiso, iigrafu,     amaphephandaba, iincoko zababini           zababini nezekhompyutha, beyiklasi yonke         amaphephandaba, iincoko zababini                             zababini nezekhompyutha, beyiklasi yonke              ezinjengezibongo, iincwadi
                                   iitshati).                nezekhompyutha, beyiklasi yonke            notitshala.                                      nezekhompyutha, beyiklasi yonke                              notitshala.                                           ezinkulu, iiphowusta, iincwadi
                               •   Ukufunda incwadi          notitshala.                             • Ukusebenzisa izikhokhelo zokubonwayo              notitshala.                                              •   Ukuphendula imibuzo ekwizinga eliphezulu              eziyinyani nesingeyonyani,
                                   beyiklasi notitshala   • Ukufunda iitekisi ezibhaliweyo beyiklasi • Ukufunda iitekisi ezibhaliweyo beyiklasi yonke • Ukusebenzisa izikhokhelo zokubonwayo                          malunga nesicatshulwa esifundiweyo, umz.              amaphephandaba, iincoko
                                   baze baxoxe               yonke notitshala, baxoxe                   notitshala, baxoxe ngabalinganiswa, ingxaki      ukufunda iitekisi eziyimizobo, azihlalutye                   ‘’Ucinga ukuba kwakuza kwenzeka ntoni                 zababini nezekhompyutha,
                                   ngondoqo                  ngabalinganiswa, ingxaki ebalini           ebalini nesakhiwo sebali.                        ukubonisa intelekelelo, umz. ‘’ Ingaba le                    ukuba umnini-venkile wayegodukile ngobo               beyiklasi yonke notitshala.
                                   wencwadi/bali,            nesakhiwo sebali.                       • Ukuphendula imibuzo ekwizinga eliphezulu          ntengiso yenzelwe ukutsala umdla                             busuku eshiya umnyango wevenkile yakhe
                                   abalinganiswa          • Ukuphendula imibuzo ekwizinga               phambi, ngexesha nasemva kokufunda itekisi       kubani? Kutheni ucinga njalo?                                uvulekile?”
                                   nesakhiwo sebali.         eliphezulu malunga nesicatshulwa           nititshala, umz. “Ucinga ukuba kuzakwenzeka   •  Ukufunda iitekisi ezibhaliweyo beyiklasi                 •   Ukusebenzisa isichazi-magama ukufumana
                               •   Ukuchaza ukuba            esifundiweyo, umz. ‘’Ucinga ukuba          ntoni? Kutheni ucinga njalo?”                    yonke notitshala, baxoxe                                     amagama amatsha nentsingiselo.
                                   ibali ulithandile na,     kwakuza kwenzeka ntoni ukuba umnini- • Ukusebenzisa isichazi-magama ukufumana               ngabalinganiswa, ingxaki ebalini
                                   aze axhase                venkile wayegodukile ngobo busuku          amagama amatsha nentsingiselo.                   nesakhiwo sebali.
                                   impendulo yakhe.          eshiya umnyango wevenkile yakhe                                                          • Ukuphendula imibuzo ekwizinga
                                   “Ndilithandile ibali      uvulekile?”                                                                                 eliphezulu malunga nesicatshulwa
                                   kuba …”                • Ukusebenzisa isichazi-magama                                                                 esifundiweyo, umz. ‘’Ucinga ukuba
                                                             ukufumana amagama amatsha                                                                   kwakuza kwenzeka ntoni ukuba umnini-
                                                             nentsingiselo.                                                                              venkile wayegodukile ngobo busuku
                                                                                                                                                         eshiya umnyango wevenkile yakhe
                                                                                                                                                         uvulekile?”
                                                                                                                                                      • Ukusebenzisa isichazi-magama
                                                                                                                                                         ukufumana amagama amatsha
                                                                                                                                                         nentsingiselo.
               Ukufunda        •   Ukufunda                  •   Ukufunda ngokuvakalayo nangokuthe           •   Ukufunda ngokuvakalayo nangokuthe cwaka          •   Ukufunda ngokuvakalayo nangokuthe           •   Ukufunda ngokuvakalayo nangokuthe cwaka           UHLAZIYO
               ngamaqela           ngokuvakalayo                 cwaka efunda incwadi yakhe kwiqela              efunda incwadi yakhe kwiqela notitshala, iqela       cwaka efunda incwadi yakhe kwiqela              efunda incwadi yakhe kwiqela notitshala,
                                   nangokuthe cwaka              notitshala, iqela lifunda ibali elifanayo       lifunda ibali elifanayo nezikwizinga labo            notitshala, iqela lifunda ibali elifanayo       iqela lifunda ibali elifanayo nezikwizinga labo   •   Ukufunda ngokuvakalayo
                                   efunda incwadi                nezikwizinga labo lokufunda.                    lokufunda.                                           nezikwizinga labo lokufunda.                    lokufunda.                                            nangokuthe cwaka efunda
                                   yakhe kwiqela             •   Ukufunda ngotyibiliko nangesantya           •   Ukufunda ngotyibiliko nangesantya                •   Ukufunda ngotyibiliko nangesantya           •   Ukufunda ngotyibiliko nangesantya                     incwadi yakhe kwiqela
                                   notitshala, iqela             esifanelekileyo ebiza amagama                   esifanelekileyo ebiza amagama                        esifanelekileyo ebiza amagama                   esifanelekileyo ebiza amagama                         notitshala, iqela lifunda ibali
                                   lifunda ibali elifanayo       ngokufanelekileyo.                              ngokufanelekileyo.                                   ngokufanelekileyo.                              ngokufanelekileyo.                                    elifanayo nezikwizinga labo
                                   nezikwizinga labo         •   Ukusebenzisa izandi nesakhono               •   Ukusebenzisa izandi nesakhono solwakhiwo,        •   Ukusebenzisa izandi nesakhono               •   Ukusebenzisa izandi nesakhono                         lokufunda.
                                   lokufunda.                    solwakhiwo, uhlalutyo kunye nobuchule           uhlalutyo kunye nobuchule bengqiqo                   solwakhiwo, uhlalutyo kunye nobuchule           solwakhiwo, uhlalutyo kunye nobuchule             •   Ukusebenzisa izandi
                                                                 bengqiqo ukufumana intsingiselo.                ukufumana intsingiselo.                              bengqiqo ukufumana intsingiselo.                bengqiqo ukufumana intsingiselo.                      nesakhono solwakhiwo,
                                                             •   Ukuqalisa ukuzijonga xa efunda,             •   Ukuqalisa ukuzijonga xa efunda, kunakano         •   Ukuqalisa ukuzijonga xa efunda,             •   Ukuqalisa ukuzijonga xa efunda, kunakano              uhlalutyo kunye nobuchule
                                                                 kunakano lwamagama nentsingiselo                lwamagama nentsingiselo yetekisi.                    kunakano lwamagama nentsingiselo                lwamagama nentsingiselo yetekisi.                     bengqiqo ukufumana
                                                                 yetekisi.                                   •   Ukusebenzisa iindlela zokuzilungisa iimposiso        yetekisi.                                   •   Ukusebenzisa iindlela zokuzilungisa                   intsingiselo.
                                                             •   Ukusebenzisa iindlela zokuzilungisa             xa efunda umz. ukuphinda ufunde,                 •   Ukusebenzisa iindlela zokuzilungisa             iimposiso xa efunda umz. ukuphinda ufunde,
                                                                 iimposiso xa efunda umz. ukuphinda              ukunqumama, ukuziqhelisa igama phambi                iimposiso xa efunda umz. ukuphinda              ukunqumama, ukuziqhelisa igama phambi
                                                                 ufunde, ukunqumama, ukuziqhelisa                kokulibiza.                                          ufunde, ukunqumama, ukuziqhelisa igama          kokulibiza.
                                                                 igama phambi kokulibiza.                    •   Ukudlala imidlalo yamagama (iiphazili)               phambi kokulibiza.                          •   Ukudlala imidlalo yamagama (iiphazili)
                                                                                                                 ethathwe kwizifundo ezenziweyo, ulwazi           •   Ukudlala imidlalo yamagama (iiphazili)          ethathwe kwizifundo ezenziweyo, ulwazi
                                                                                                                 nesakhono samagama.                                  ethathwe kwizifundo ezenziweyo, ulwazi          nesakhono samagama.
                                                                                                                                                                      nesakhono samagama.
               Ukufunda        •   Ukufunda yedwa            •   Ukufunda yedwa kwizinga eliphezulu,         •   Ukufunda yedwa kwizinga eliphezulu,              •   Ukufunda yedwa kwizinga eliphezulu,         •   Ukufunda yedwa kwizinga eliphezulu,               •   Ukufunda yedwa kwizinga
               ngababini/yed       iincwadi ebezifundwe          efundela ulonwabo nolwazi alufumana             efundela ulonwabo nolwazi alufumana                  efundela ulonwabo nolwazi alufumana             efundela ulonwabo nolwazi alufumana                   eliphezulu, efundela ulonwabo
               wa                  notitshala, iincwadi          kwiitekisi ezahlukeneyo, umz.                   kwiitekisi ezahlukeneyo, umz. iimagazini,            kwiitekisi ezahlukeneyo, umz. iimagazini,       kwiitekisi ezahlukeneyo, umz. iimagazini,             nolwazi alufumana kwiitekisi
                                   zamabali ezilula,             iimagazini, iikhomikhi, iincwadi                iikhomikhi, iincwadi zeenkcubeko                     iikhomikhi, iincwadi zeenkcubeko                iikhomikhi, iincwadi zeenkcubeko                      ezahlukeneyo, umz.
                                   nezinye iincwadi              zeenkcubeko ngeenkcubeko, neencwadi             ngeenkcubeko, neencwadi ezifundwe kunye              ngeenkcubeko, neencwadi ezifundwe               ngeenkcubeko, neencwadi ezifundwe kunye               iimagazini, iikhomikhi, iincwadi
                                   ezikwikona yeklasi,           ezifundwe kunye notitshala.                     notitshala.                                          kunye notitshala.                               notitshala.                                           zeenkcubeko ngeenkcubeko,
                                   nezinye iitekisi          •   Ukufunda akubhalileyo nokubhalwe            •   Ukufunda akubhalileyo nokubhalwe ngabanye.       •   Ukufunda akubhalileyo nokubhalwe            •   Ukufunda akubhalileyo nokubhalwe                      neencwadi ezifundwe kunye
                                   ebezifundwe                   ngabanye.                                   •   Ukufunda ngokuvakalayo efundela umlingane.           ngabanye.                                       ngabanye.                                             notitshala.
                                   kunyaka ophelileyo,       •   Ukufunda ngokuvakalayo efundela                                                                  •   Ukufunda ngokuvakalayo efundela             •   Ukufunda ngokuvakalayo efundela                   •   Ukufunda akubhalileyo
                                   okanye ukuqala                umlingane.                                                                                           umlingane.                                      umlingane.                                            nokubhalwe ngabanye.
                                   konyaka, ezifundela                                                                                                                                                                                                           •   Ukufunda ngokuvakalayo
                                   yedwa                                                                                                                                                                                                                             efundela umlingane.
                                   ngokomgangatho
                                   wokufunda kwakhe.
                               •   Ukusebenzisa imisebenzi yokubhala notitshala ukubonisa indlela echanekileyo yokusebenzisa iimpawu zokubhala, upelo negrama (umz. ukusetyenziswa kwezihlanganisi, iiapostrofi)
Imixholo enguNdoqo, izakhono   •   Banikwe isikhokelo sokubhala ukubancedisa xa bebhala incoko yababini kunye nenqaku elifutshane kwiphephandaba.
nezithethe                     •   Bakhokelwe kumanyathelo okubhala.
                               •   Ukusebenzisa            •   Ukusebenzisa amacebo esandulela          •   Ukusebenzisa amacebo esandulela sokubhala          •   Ukusebenzisa isikhokelo sokubhala xa         •   Ukubhala ngamava akhe ngeendlela             UHLAZIYO
                                   amacebo esandulela          sokubhala ukufumana ulwazi                   ukufumana ulwazi nokuqulunqa ukubhala,                 bebhala iresiphi nezinye iitekisi.               ezahlukeneyo, umz. inqaku elifutshane
                                   sokubhala                   nokuqulunqa ukubhala, umz. ukuthetha         umz. ukuthetha nomlingane, ukwenza isazobe         •   Ukusebenzisa iapostrofi kwizifinyezo, umz.       kwiphephandaba.                              •   Ukusebenzisa amacebo
                                   ukufumana ulwazi            nomlingane, ukwenza isazobe                  sokucinga, isikhokelo sokubhala njalo-njalo.           amanz’am, umam’akhe.                         •   Ukusebenzisa iimpawu zokubhala                   esandulela sokubhala
                                   nokuqulunqa                 sokucinga, isikhokelo sokubhala njalo-   •   Ukudrafta, abhale, ahlele aze apapashe ibali       •   Ukulandelelanisa ulwazi alubeke                  ngokufanelekileyo, umz. oonobumba                ukufumana ulwazi
                                   ukubhala, umz.              njalo.                                       lakhe elimihlathi mibini ubuncinane (izivakalisi       ngokwezihloko.                                   abakhulu, izingxi, iziphumlisi, uphawu           nokuqulunqa ukubhala, umz.
                                   ukuthetha               •   Ukubhala ngamava akhe ngeendlela             ezili-12 ubuncinane).                              •   Ukusebenzisa ulwazi lwezandi nemithetho          lombuzo, uphawu lokukhuza neempawu               ukuthetha nomlingane,
                                   nomlingane,                 ezahlukeneyo, umz. inqaku elifutshane    •   Ukusebenzisa iimpawu zokubhala                         yopelo ukubhala amagama anobunzima.              zocaphulo.                                       ukwenza isazobe sokucinga,
                                   ukwenza isazobe             kwiphephandaba.                              ngokufanelekileyo, umz. oonobumba                  •   Ukusebenzisa isichazi-magama                 •   Ukusebenzisa izihlanganisi ukwakha               isikhokelo sokubhala njalo-
                                   sokucinga, isikhokelo   •   Ukusebenzisa iimpawu zokubhala               abakhulu, izingxi, iziphumlisi, uphawu                 ukufumana amagama amatsha nokujonga              izivakalisi ezimbaxa.                            njalo.
                                   sokubhala njalo-            ngokufanelekileyo, umz. oonobumba            lombuzo, uphawu lokukhuza neempawu                     upelo.                                       •   Ukusebenzisa iapostrofi kwizifinyezo, umz.   •   Ukubhala ezakhe iincwadi
                                   njalo.                      abakhulu, izingxi, iziphumlisi, uphawu       zocaphulo.                                         •   Ukwakha ibhanki yakhe yamagama                   amanz’am, umam’akhe.                             ukongeza kwiincwadi zeklasi.
                               •   Ukubhala ngeetekisi         lombuzo, uphawu lokukhuza neempawu       •   Ukusebenzisa izihlanganisi ukwakha izivakalisi         nesichazi-magama.                            •   Ukwakha ibhanki yakhe yamagama
                                   ezimfutshane                zocaphulo.                                   ezimbaxa.                                          •   Ukubhala ezakhe iincwadi ukongeza                nesichazi-magama.
                                   ezikhethiweyo           •   Ukusebenzisa izihlanganisi ukwakha       •   Ukusebenzisa ulwazi lwezandi nemithetho                kwiincwadi zeklasi.                          •   Ukusebenzisa isichazi-magama ukufumana
                                   ngeenjongo                  izivakalisi ezimbaxa.                        yopelo ukubhala amagama anobunzima.                                                                     amagama amatsha nokujonga upelo.
                                   ezahlukeneyo, umz.      •   Ukwakha ibhanki yakhe yamagama           •   Ukwakha ibhanki yakhe yamagama nesichazi-
                                   iimbali, incoko             nesichazi-magama.                            magama.
                                   yababini njalo-njalo.   •   Ukusebenzisa isichazi-magama             •   Ukusebenzisa isichazi-magama ukufumana
                               •   Ukwakha ibhanki             ukufumana amagama amatsha                    amagama amatsha nokujonga upelo.
                                   yakhe yamagama              nokujonga upelo.                             Ukuxoxa ngombhalo wakhe neyabanye
                                   nesichazi-magama.       •   Ukuxoxa ngombhalo wakhe neyabanye            ukufumana ingxelo.
                               •   Ukusebenzisa                ukufumana ingxelo.
                                   isichazi-magama
                                   ukufumana
                                   amagama amatsha
                                   nokujonga upelo.
                               •   Ukukhuphela             •   Ukukhuphela ngokufanelekileyo iitekisi   •   Ukukhuphela ngokufanelekileyo iitekisi             •   Ukukhuphela ngokufanelekileyo iitekisi       •   Ukukhuphela ngokufanelekileyo iitekisi       •   Ukukhuphela
Imixholo enguNdoqo, izakhono       ngokufanelekileyo           ezibhalwe ebhodini, amakhadi                 ezibhalwe ebhodini, amakhadi okusebenza                ezibhalwe ebhodini, amakhadi                     ezibhalwe ebhodini, amakhadi okusebenza          ngokufanelekileyo iitekisi
nezithethe                         iitekisi ezibhalwe          okusebenza njalo-njalo, kujongwe             njalo-njalo, kujongwe ngakumbi ukubunjwa               okusebenza njalo-njalo, kujongwe                 njalo-njalo, kujongwe ngakumbi ukubunjwa         ezibhalwe ebhodini, amakhadi
                                   ebhodini, amakhadi          ngakumbi ukubunjwa koonobumba                koonobumba ngokufanelekileyo, nezithuba                ngakumbi ukubunjwa koonobumba                    koonobumba ngokufanelekileyo, nezithuba          okusebenza njalo-njalo,
                                   okusebenza njalo-           ngokufanelekileyo, nezithuba ezizizo         ezizizo phakathi kwamagama nezivakalisi                ngokufanelekileyo, nezithuba ezizizo             ezizizo phakathi kwamagama nezivakalisi          kujongwe ngakumbi
                                   njalo, kujongwe             phakathi kwamagama nezivakalisi              usebenzisa uhlobo lokudibanisa.                        phakathi kwamagama nezivakalisi                  usebenzisa uhlobo lokudibanisa.                  ukubunjwa koonobumba
                                   ngakumbi ukubunjwa          usebenzisa uhlobo lokudibanisa.          •   Ukusebenzisa uhlobo lokudibanisa kuko konke            usebenzisa uhlobo lokudibanisa.              •   Ukusebenzisa uhlobo lokudibanisa kuko            ngokufanelekileyo, nezithuba
                                   koonobumba              •   Ukubhala ngokucocekileyo,                    okubhalwayo.                                       •   Ukusebenzisa uhlobo lokudibanisa kuko            konke okubhalwayo.                               ezizizo phakathi kwamagama
                                   ngokufanelekileyo,          ngokubonakalayo, ngokuzithemba           •   Ukubhala ngokucocekileyo, ngokubonakalayo,             konke okubhalwayo.                           •   Ukuqalisa ukusebenzisa usiba () xa ebhala.       nezivakalisi usebenzisa
                                   nezithuba ezizizo           nangesantya sokudibanisa                     ngokuzithemba nangesantya sokudibanisa             •   Ukuqalisa ukusebenzisa usiba () xa           •   Ukubhala ngokucocekileyo,                        uhlobo lokudibanisa.
                                   phakathi                    esifanelekileyo.                             esifanelekileyo.                                       ebhala.                                          ngokubonakalayo, ngokuzithemba               •
                                   kwamagama                                                                                                                   •   Ukubhala ngokucocekileyo,                        nangesantya sokudibanisa esifanelekileyo.
                                   nezivakalisi                                                                                                                    ngokubonakalayo, ngokuzithemba
                                   usebenzisa uhlobo                                                                                                               nangesantya sokudibanisa
                                   lokudibanisa.                                                                                                                   esifanelekileyo.
Ulwazi lwangaphambili                                                Imixholo engundoqo, izakhono kwakunye nezinto ezilixabiso zekota yesi - 3
olufunekayo
                             • Iitekisi                • Iitekisi            • Iitekisi             •     Iitekisi ezilandelelanayo                    •     Iitekisi ezilandelelanayo                 •     Iitekisi ezilandelelanayo                  •     Iitekisi ezilandelelanayo
                                 ezilandelelanayo          ezilandelelanayo      ezilandelelanayo   •    Oonotsheluza                                  •     Oonotsheluza                              •    Oonotsheluza                                •     Oonotsheluza
    Izixhobo (ngaphandle     • Oonotsheluza            • Oonotsheluza        • Oonotsheluza         •    Iincwadi zomsebenzi ze-DBE                    •     Iincwadi zomsebenzi ze-DBE                •    Iincwadi zomsebenzi ze-DBE                  •     Iincwadi zomsebenzi ze-DBE
   kwencwadi ezibhaliweyo)   • Iincwadi zomsebenzi     • Iincwadi            • Iincwadi             •    Imifanekiso                                   •     Imifanekiso                               •    Imifanekiso                                 •     Imifanekiso
  zokuphuhlisa nangakumbi       ze-DBE                   zomsebenzi ze-DBE     zomsebenzi ze-       •    Iipowusta                                     •     Iipowusta                                 •    Iipowusta                                   •     Iipowusta
          ukufunda           • Imifanekiso             • Imifanekiso            DBE
                             • Iipowusta               • Iipowusta           • Imifanekiso
                                                                             • Iipowusta
                              Icatshulwe kwi Abridged CAPS Section 4 Amendments, amaphepha 6 -      •   Imisebenzi mayiqwalaselwe kwaye ihlolwe ngelixesha kuqhutywa ukufundiswa kwezifudo zoLwimi.
                              10                                                                    •   Isakhono ngasinye asinakusetyenziswa njengomsebenzi wohlolo kodwa sinokusetyenziswa ekuqinisekiseni ukuba abafundi banikwa amathuba okubonakalisa ezizakhono ngemisebenzi
                                                                                                        yomlomo nemisebenzi eyenziwayo.
                                                                                                    •    Uhlolo lungenziwa kuphela ukuba imixholwana ifundisiwe kwaye abafundi bafumene ixesha elaneleyo lokuzilolonga
                                                                                                    •   Uhlolo lomsebenzi womlomo/orali mawudityaniswe ne Zakhono zoBomi kunye ne Zibalo nanini na xa kunokwenzeka.
                                                                                                    •   Uhlolo yinkqubo eqhubekayo ecwangcisiweyo yokuqokelela, ukurekhoda, ukutolika, ukusebenzisa nokunika ingxelo malunga nenkqubela phambili kunye nempumelelo yomntwana
                                                                                                        ekuphuhliseni ulwazi kunye nezakhono.
                                                                                                    •   Kubalulekile ukuqaphela ukuba umsebenzi wohlolo ngamnye malungabonwa njengesiganeko esenzeka kube kanye okanye njengoviwo kodwa mayihambelane nemigaqo yohlolo
   Assessment for learning
                                                                                                        oluqhubekayo ngalo lonke ixesha.
                                                                                                    • Umsebenzi wohlolo olusesikweni wenziwe yimisetyenzana eyahlukileyo yolwimi kwiBanga 1-3. Kubalulekile ukuba umgaqo wolungelelaniso kunye nonxibelelwano lwenkqubo yolwimi
                                                                                                        njengoko ibonisiwe ‘kwiXesha eligxininniswayo lokufunda nokubhala’ (amaphepha 12-13, FP CAPS IsiXhosa uLwimi lwaseKhaya Icandelo 2) mayibe sisiseko soyilo lomsebenzi wohlolo
                                                                                                        olusesikweni
                                                                                                    Ukuze ukwazi ukuyila iNkqubo yoHlolo.
                                                                                                        •    Uhlolo olusesikweni malwenziwe zilingane izakhono ezihlolwayo, loo nto iyakunceda ukuba kungahlolwa isakhono esinye okanye umxholo omnye uzishiye ezinye.
                                                                                                        •    Sebenzisa amagqabantshintshi kwiCandelo 3 lika CAPS (kuzo zonke iilwimi) (nale ATP) ukukukhokela kwisiqulatho semixholo ekufuneka yenziwe kwibanga ngalinye.
                                                                                                        •    Imixholo yenziwe/ibhalwe ngokwekota njengoko kubonisiwe kwiCandelo lesi-3, ayenziwanga ngeveki. Ukuchongwa kwemixholo nezakhono mayingashiyi zikhewu kuzo zone iikota.
                                                                                                    UKUPHULAPHULA NOKUTHETHA:
                                                                                                        → Ukubalisa ibali esebenzisa ulwimi, izijekulo nembonakalo yobuso.
                                 .                                                                      → Ukuqulunqa / ukuyila aze enze intetho yomlomo, umz. ukuthetha ngeendaba zakhe, ukuchaza ngoko akuvileyo, abalise ngesiganeko njalo-njalo esebenzisa izixhobo ezibonwayo.
                                                                                                    IZANDI:
                                                                                                    • Ezomlomo:
                                                                                                        → Ukuqwalasela nokusebenzisa zonke izandi ezifundiweyo.
                                                                                                        → Ukuqwalasela nokusebenzisa izithethantonye, umz. (ithanga: – umfuno okanye ilungu lomzimba), nezichasi, umz. (intle- imbi) (Ixesha Eligxininiswayo Lokufunda: gxininisa
                                                                                                            kwizifundo zezandi)
                                                                                                    •   Ezibhalwayo:
                                                                                                        → Upelo nobizelo lwezivakalisi ngokuchanekileyo usebenzisa ulwazi lwezandi kuhlolo olungekho sikweni, ukubizelwa izivakalisi ngutitshala nakuwo wonke umsebenzi obhalwayo.
            SBA
                                                                                                    UKUFUNDA:
     UHLOLO OLUSEKWE                                                                                • Ezomlomo Ukufunda ngamaqela (GGR)
                                                                                                       → Ukufunda ngokuvakalayo nangokuthe cwaka efunda incwadi yakhe kwiqela notitshala, iqela lifunda ibali elifanayo nezikwizinga labo lokufunda.
       ESIKOLWENI
                                                                                                       → Ukusebenzisa izandi nesakhono solwakhiwo, uhlalutyo kunye nobuchule bengqiqo xa efunda amagama angaqhelekanga (Ixesha lokufunda eligxininiswayo)
                                                                                                       → Ukuqalisa ukuzijonga xa efunda, kunakano lwamagama nentsingiselo yetekisi. (Ixesha lokufunda eligxininiswayo)
    Umzekelo womsebenzi                                                                             •   Ezibhalwayo: Ukudlala imidlalo yamagama (iiphazili) ethathwe kwizifundo ezenziweyo, ulwazi nesakhono samagama
          wohlolo
                                                                                                    UKUBHALA:
                                                                                                       → Ukusebenzisa amacebo esandulela sokubhala ukufumana ulwazi nokuqulunqa ukubhala, umz. ukuthetha nomlingane, ukwenza isazobe sokucinga, isikhokelo sokubhala njalo-njalo.
                                                                                                          (Ixesha lokufunda eligxininiswayo)
                                                                                                       → Ukubhala ngamava akhe ngeendlela ezahlukeneyo, umz. inqaku elifutshane kwiphephandaba.
                                                                                                    •   Ukusetyenziswa koLwimi:
                                                                                                        → Ukwakha izivakalisi, iimpawu, amaxesha, izihlanganisi, izifinyezo
UKUBHALA NGESANDLA:
                                                                                                        → Ukukhuphela ngokufanelekileyo iitekisi ezibhalwe ebhodini, amakhadi okusebenza njalo-njalo, kujongwe ngakumbi ukubunjwa koonobumba ngokufanelekileyo, nezithuba ezizizo
                                                                                                          phakathi kwamagama nezivakalisi ukusebenzisa uhlobo lokudibanisa.